Browse Results

Showing 101 through 115 of 115 results

Isixeko saseCanvas namanye amabali

by Jenny Seed and Ruth Pressler

IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6

UMoses nenkawu kunye no-Ubuhlobo obungaqhelekanga

by Jenny Seed and Linda Michell

IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6

UOrville noWilbur kunye no-Unogqaza ngoyena ubhabhela phezulu

by Jim Draper and Linda Michell

IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6

Amacilikishe oyikekayo kunye no-IiDayinaso kwiiNtsomi zeNzululwazi

by Rosemary Golding and Ruth Pressler

IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6

Yindlela abayenza ngayo! kunye no-Yenziwa njani namhlanje

by Connie September and Ruth Pressler

IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6

Ihlebo laseMapungubwe namanye amabali

by Barbara Herbert, Bob Herbert and Ruth Pressler

IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6

Iintsuku ezintathu etyholweni kunye no-Izakhono zokuphila ubomi benene

by Margot Long and Linda Michell

IsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6

Indlal’ namanyala

by M Lamati

Indlal' Inamanyala ngumdlalo omalunga nabafazi ababini ababe ngamahlwempu. Babethwala imithwalo yabanye abantu kwisikhululo seeteksi ukuze bakwazi ukusa into phantsi kwempumlo kwaye bafundise aba abantwana babo. Aba bantwana bathi sele begqibile ukufunda, kwanzima ukufumana imisebenzi. Bazibona bephantsi koxinzelelo lokunyoba isikhulu esasiqesha. Le ncwadi ikhethwe liSebe lezeMfundo esisiSeko ukuba ifundwe kwiBanga le-12 kwaye izalisekise zonke iimfuneko zePolisi yeKharityhulamu noHlolo (CAPS) zoLwimi lwaseKhaya eziphathelele kwiimviwo zesiXhosa zeBanga Ie-12.

Ukunqumla indlela (IsiXhosa)

by Kurt Ellis Kate Boyes

Storybook

Ukunqumla indlela

by Kurt Ellis; Kate Boyes

Storybook about Zak Yacoob

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 12 Incwadi yomfundi: UBC Contracted

by M. Mdliva N. Solomon

Iincwadi zika – IsiXhosa Ngumdiliya luluhlu lweencwadi zolwimi lwesiXhosa esele kukudala zikho ezikolweni, kodwa ngoku zivela sele zibhalwe ngokutsha ngokomgaqo we-CAPS wokufundisa eziklasini, nopasiswe kutsha nje liSebe lezeMfundo yeli lizwe. Ezi ncwadi zisuka kumabanga asezantsi e-Foundation Phase, awe-Intermediate Phase, nawe-Senior Phase. Kuzo zonke ezi klasi zinyuka ezi ncwadi sele ziqulunqwe ngokwalo mgaqo mtsha. Ezi ncwadi ziqulunqwe zanencwadi yabafundi enemisetyenzana kwakunye nencwadi katitshala. Okuqulathwe ngaphakathi kwezi ncwadi kucwangciswe kakuhle ngohlobo oluhlangabezana nomfundi kwinkqubo yokufunda eklasini eqhuba ngokwamanqanaba. Zonke izifundo ziqulunqwe phantsi kwezi zakhono zilandelayo, Ukuphulaphula nokuthetha, Ukufunda nokubukela, Ukubhala nokunikezela, ngelixa imiba yegrama nolwimi ithe ngcembe ukuxovulwa ngelixa ziqhubeka ezi zakhono. Khumbula kaloku ukuba imiba yegrama nolwimi asisiso isifundo esima sithi geqe sodwa, koko siqhubeka sivela ngelixa ziqhubeka izifundo kwiklasi yakho. Ezi ncwadi zilungiselele abo bakwizinga eliphantsi kwizifundo zabo zokuqaphela imiba yolwimi, kanti nabo bakwihlelo eliphakathi ngokwezinga lokuqonda, nabaqonda nangakumbi kwizifundo zabo zolwimi ezilungele eli banga. Lilonke, ezi ncwadi zilungiselelwe ukuze zifikeleleke kuzo zonke iindidi zabafundi. Kungoko zicwangciswe ngohlobo lokuba yonke into icace gca ukuze kube lula kutitshala ukuyisebenzisa kwiklasi yakhe. Inkcazelo yemiba efuna ingcaciso engaphezulu iyafumaneka ilungisiwe yabekwa ngobunono phaya kwincwadi katitshala. Ezi ncwadi ziqulunqwe zalungiswa ngohlobo lokuba ziquke bonke abafundi abakwibanga le-12, zingabi namkhethe. Imisetyenzana ichazwe ngokulula, maxa wambi ikhatshwa yimizekelo, ukuze kube lula ukuyenza. Kukwakho novavanyo olwenziwa ekupheleni komxholo ngamnye ukuqinisekisa ukuba abafundi bakuqondile oko bebefunda ngako, nokuqinisekisa ukuba ikho inkqubela-phambili kwizifundo. Zonke iimpendulo zovavanyo ziyafumaneka kwincwadi katitshala ukuze imxhase kangangoko ngethuba eqhuba izifundo kwiklasi yakhe. Yonwabele ke mfundi nawe titshala, ukuze niphuhliseke nangakumbi kubuchule bokulandela ulwimi lwenu, isiXhosa.

IsiXhosa Ngumdiliya Ibanga 12 Incwadi yomfundi: UBC Uncontracted

Imini ye krismesi

by Badikazi Gumpe

IsiXhosa Reader Grade 1

Uhambo Lwesikolo sase Machamtsholo

by Notozi Mgobozi

IsiXhosa Reader Grade 2

Saphela isizwe ngubhubhane iCovid-19

by Notozi Mgobozi

IsiXhosa Reader Grade 3

Refine Search

Showing 101 through 115 of 115 results