Browse Results

Showing 51 through 75 of 115 results

UKumkanikazi onobulumko

by Tshedza Tlhako – TRANSLATED BY Pretty Neliswa Magangxa

Isixhosa – First Paragraphs

Ubugqi bukaSimangaliso

by Sponono Mahlangu – TRANSLATED BY Pretty Neliswa Magangxa

Isixhosa – First Paragraphs

UNomsa ohlakaniphileyo

by Zandile Malaza TRANSLATED BY Pretty Neliswa Magangxa

Isixhosa – First Paragraphs

UNcede inkosi yeentaka

by South African Folktale TRANSLATED BY Xolisa Guzula

Isixhosa – Longer Paragraphs

Amabali eSiyakhula

by Gcina Mhlophe and Sindiwe Magona

Le ngqokelela yamabali ixhokoza umxhelo kwaye aza kutsala umdla wabantwana ukuba bawufunde njengoko ebhalelwe bona..La mabali asenokuba yinyani okanye ubuxoki kwaye aza kunceda ekukhuliseni umdla wokufunda.

Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 Incwadi yoMfundi: UBC contracted

by S. Dlephu N. Dywili M. Mdangayi S. Naile F. Sotashe

Zingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.

Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 INcwadi yoMfundi: UBC uncontracted

by S. Dlephu N. Dywili M. Mdangayi S. Naile F. Sotashe

Dustcover Zingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.

Amaqhawe akwaXhosa (Uvulindlela Ser.)

by ND Atkinson, SA Dazela

Amaqhawe akwaXhosa yingqokelela yamabali amafutshane amnandi angamagorha namagorhakazi akwaXhosa, njengoko ayebaliswa ngabadala ngokuhlwa emlilweni, kodwa ngoku abaliswa encwadini. Amabali abaliswa kule ncwadi anika umdla kwaye abaluleke kakhulu kwimbali yomXhosa. Umntwana ngamnye womXhosa ufanelwe kukunikwa ithuba lokuxhamla kubu butyebi bukule ncwadi.

UMKHOSI WEMITHIKA: UEB Contracted

by Andile Mbete

UMKHOSI WEMITHIKA: UEB Uncontracted

by Andile Mbete

UNolali

by Thulani Simayile

Ibali elimnandi malunga unolali oleqa iphupho lakhe lokuba ngugqirha. UVelile, oxhatshazwe esikolweni ngenxa yokuba emdala kakhulu kunabanye abantwana kwibanga lakhe, uyasicaphukela isikolo. Endaweni yokuya esikolweni, uya ehlathini ayokuzingela iintaka nezinye izilwanyana. Emva kokusweleka kukanina, umakazi wakhe uyamthatha, kodwa uEmihle, umzala wakhe, uhlala engamamkeli. Ngelishwa izigqibo ezimbi kunye nabahlobo abambandakanya kwimigodi engekho mthethweni kunye nokungcakaza kumenza alahle indlela yakhe. Ngaba angabuyisa ubomi bakhe kwakhona?

Nyana Wam! Nyana Wam! Inoveli Namanqakwana: UBC contracted

by W. K. Tamsanqa

Xhosa Novel

Nyana Wam! Nyana Wam! Inoveli Namanqakwana: UBC uncontracted

by W. K. Tamsanqa

Xhosa Novel

Vukani Madoda Kusile: UBC contracted (Maskew Miller Longman Ser.)

by M. Dandala

VUKANI MADODA KUSILE: POETRY ANTHOLOGY AND STUDY NOTES GR 12

Vukani Madoda Kusile: UBC uncontracted (Maskew Miller Longman Ser.)

by M. Dandala

VUKANI MADODA KUSILE: POETRY ANTHOLOGY AND STUDY NOTES GR 12

Masikhanyise Incwadi yomfundi 10: UBC Contracted

by X. Njaba N. Mkutshulwa G. Bunga L. Kwatsha

• Iqulunqwe yazalisekisa iimfuno zeNkcazelo Yepolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola • Olu luhlu lunemifanekiso nemisebenzi enika inkxaso eyaneleyo kubafundi kwaneetitshala • Luyakhuthaza luphembelela umoya wokuzethemba kubafundi neetitshala • Lunika amathuba okuzivavanyela iimviwo nokuhlola kwemihla ngemihla • Luqinisekisa impumelelo kubafundi besiXhosa

Masikhanyise Incwadi yomfundi 10: UBC Uncontracted

by X. Njaba N. Mkutshulwa G. Bunga L. Kwatsha

• Iqulunqwe yazalisekisa iimfuno zeNkcazelo Yepolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola • Olu luhlu lunemifanekiso nemisebenzi enika inkxaso eyaneleyo kubafundi kwaneetitshala • Luyakhuthaza luphembelela umoya wokuzethemba kubafundi neetitshala • Lunika amathuba okuzivavanyela iimviwo nokuhlola kwemihla ngemihla • Luqinisekisa impumelelo kubafundi besiXhosa

Aweselwa 1

by Kagiso

Xhosa Poems

Izango Zothando: UBC contracted

by K. M. Manciya

Xhosa Novel

Izango Zothando: UBC uncontracted

by K. M. Manciya

Xhosa novel

Amaza Idrama namanqakwana: UBC uncontracted

by Z. S. Qangule

Xhosa Drama

Amaza Idrama namanqakwana: UBC contracted

by Z. S. Qangule

Xhosa Drama

Ikamva eliqaqambileyo

by Gillian Leggat and Elizabeth Eagar

IsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga4

Refine Search

Showing 51 through 75 of 115 results