- Table View
- List View
Umnakwethu omncinci olivila
by Clare Verbeek Thembani Dladla and Zanele Buthelezi TRANSLATED BY Lunathi NtunziIsixhosa – First words
Ummelwane othanda iindaba namanye amabali
by Rosemary Golding and Ruth PresslerIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
UMgcini nekhaya leenkedama
by Ursula Nafula and Nina Orange — Translated by Kholeka MabetaisiXhosa — First sentences
Umdlalo wokuphekana (Faka imibala)
by Mozambican Folktale — Lunathi NtunziisiXhosa — First sentences
Umbala omthubi
by Reviva Schermbrucker — Translated by Ntombizanele NkenceisiXhosa — First sentences
uMakazi ka Elizabeth namanye amabali
by Rosemary Golding and Elizabeth EagarIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
Ukwanga okukhulu kakhulu kunye Iyeza elingaphantsi kwesibonakhulu
by Gillian Leggat and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
Ukusindisa ihotele iSun namanye amabali
by Jenny Seed and Elizabeth EagarIsiXhosa uLwimi Lwasekhaya Ibanga 4
UKumkanikazi onobulumko
by Tshedza Tlhako – TRANSLATED BY Pretty Neliswa MagangxaIsixhosa – First Paragraphs
Ukudanisa
by Mary Nabire and Tessa Welch — Translated by Neliswa Majola and Education without BordersisiXhosa — First sentences
Ukuba nempilo! kunye Imidlalo yevidiyo:iMnandi okanye Mibi Kakhulu?
by Margot Long and Linda MichellIsiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6
Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 Incwadi yoMfundi: UBC contracted
by S. Dlephu N. Dywili M. Mdangayi S. Naile F. SotasheZingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.
Ukhanyo IsiXhosa ULwimi lwaseKhaya Ibanga 11 INcwadi yoMfundi: UBC uncontracted
by S. Dlephu N. Dywili M. Mdangayi S. Naile F. SotasheDustcover Zingce! IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Ityebile ngokomxholo kwaye iyazifezekisa iimfuno zeCAPS. Imixholo (themes) ihambelana neCAPS nto leyo eyenza ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Inika abafundi isiseko esiluqilima esiya kubanceda baziphumelele lula iimviwo zokuphela konyaka. Sebenzisa iOxford Ukhanyo kuba: • zonke izixhobo zokucwangcisa zikho kwaye unako ukuzifotokopa nto leyo ekongela ixesha • inomxholo otyebileyo nolungele imeko yabafundi bonke kwaye ibagcina abafundi benomdla unyaka wonke • iitekisi ezisetyenzisiweyo zikumgangatho wolwimi olulungele abafundi futhi bafumana ithuba lokwenza imisebenzi eyongezelelweyo bafunde nesigama esitsha • ukuhlaziywa kwemiba efundwe kwisahluko ngasinye kubanika ithuba lokuphucula ubugcisa babo kulwimi • isikhokelo sokuhlola sincedisa ootitshala ekukhetheni indlela abafuna ukuhlola ngayo • imibuzo emalunga nokufunda ngengqiqo naleyo yokusetyenziswa kolwimi ifana nqwa neyoviwo khon'ukuze abafundi bakulungele ukubhala iimviwo • isahluko esinceda ekuquliseni abafundi balungele iimviwo sineengcebiso eziluncedo kakhulu. IOxford Ukhanyo inezi ncwadi zilandelayo: INcwadi yoMfundi nesiKhokelo sikaTitshala.
Ukhanyo INcwadi yokuFunda Ineetekisi ezahlukeneyo IBanga 6: UBC contracted
by L. Caga N. Magwaxaza Z. Matshingana P. Mpengesi N. Mqotyana X. Taleni N. TshonaReader
Ukhanyo INcwadi yokuFunda Ineetekisi ezahlukeneyo IBanga 6: UBC uncontracted
by L. Caga N. Magwaxaza Z. Matshingana P. Mpengesi N. Mqotyana X. Taleni N. TshonaReader
Ubugqi bukaSimangaliso
by Sponono Mahlangu – TRANSLATED BY Pretty Neliswa MagangxaIsixhosa – First Paragraphs
Oohlabamanzi abaluhlaza kunye no – intlanzi ebomvu
by Margot Long and Linda MichellisiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 6